Mkhwa wothandano lwesini esifanayo sobudoda Khangela kanjalo Bumvelo, Wemvelo; Krexezo Ukuhlangana ngokwesini sababodwa besini esifanayo. UThixo uyakwalela ukusebenza ngokwesini okulolu hlobo. Baziseni ngaphandle kuthi, ukuze sibe nokubazi, Gen. 19:1–11 (Moses 5:51–53). Uze ungayilali into eyindoda; ilisikizi, Lev. 18:22 (Lev. 20:13). Akusayi kubakho sifebe soonyana bakaSirayeli, Dut. 23:17. Babhengeza isono sabo njengoSodom, abasifihlanga, Isaya 3:9 (2 Nif. 13:9). Amadoda avutha ngokukhanuka kwawo omnye ngakomnye, Rom. 1:27. Abazitshabhisayo ngezinto zoluntu abasayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo, â… Â Kor. 6:9–10. Umthetho awenzelwe lungisa, kodwa abo bazingcolisa ngezinto zoluntu, â… Â Tim. 1:9–10. Abo balandela nyama yimbi babekwa phambili babengumzekelo, babandezelwa ngempindezelo yomlilo ongunaphakade, Yuda 1:7.