Bafazi, Mfazi Khangela kanjalo Abantu/Amadoda, Mntu/Ndoda; Bazalwana, Mzalwana; Dade Ngumntu omdala ongumfazi, intombi kaThixo. Igama Mfazi ngamanye amaxesha lisetyenziswa kwizibhalo njengegama lesihlonipho (Yoh. 19:26; Alma 19:10). UThixo wadala indoda nomfazi, Gen. 1:27 (Moses 2:27; 6:9; Abr. 4:27). Umfazi onesidima ixabiso lakhe lingaphezu kwekorale, ImiZ. 31:10–31. Umfazi uluzuko lwendoda, â… Â Kor. 11:7. Indoda ayingaphandle komfazi, nomfazi akangaphandle kwendoda, eNkosini, â… Â Kor. 11:11. Abafazi mabathi banxibe iingubo ezifanelekileyo, â… Â Tim. 2:9–10. Mna, iNkosi uThixo, ndiyavuyiswa bubunyulu babafazi, Yakobi 2:28. Izono zakho zixolelwe, kwaye wena ulinenekazi elanyuliweyo, I&M 25:3. Abafazi banebango lenkxaso ebayenini babo, I&M 83:2.