Uncedo lweZifundo
Marsh, Thomas B.


Marsh, Thomas B.

UMongameli wokuqala weKhoram laBapostile abaLishumi elineSibini emva koKubuyiselwa kweBandla ngowe-1830. Wayephethe izitshixo zobukumkani njengokuphathelele kwabaLishumi elineSibini (I&M 112:16) kwaye, ngowe-1838, wayalelwa ngesityhilelo apapashe ilizwi leNkosi (I&M 118:2). Icandelo 31 leMfundiso neMinqophiso lalathe kuye. UMarsh wasikwa eBandleni ngowe-1839 kodwa wabhaptizwa kwakhona ngoJulayi 1857.

Shicilela