Bubingeleli bobuqhinga Abantu bashumayela kwaye bazimise njengokukhanya ehlabathini ukuze babe nokuzuza ingeniso nodumo lwehlabathi; kodwa abafuni ntlalo-ntle yeZiyon (2 Nif. 26:29). Waluseni umhlambi kaThixo, kungengenxa yenzuzo embi, â… Â Petr. 5:2. AmaBandla awakhelwe ukuzuza ingeniso kumele aziswe ezantsi, 1 Nif. 22:23 (Morm. 8:32–41). Ngenxa yobubingeleli bobuqhinga nobugwenxa, uYesu uya kubethelelwa emnqamlezweni, 2 Nif. 10:5. Ukuba ububingeleli bobuqhinga bebunokunyanzeliswa phakathi kwaba bantu bekuya kubonakala intshabalalo yabo bephela, Alma 1:12. IiNtlanga ziya kuzaliswa lulo lonke uhlobo lobubingeleli bobuqhinga, 3 Nif. 16:10.