Uncedo lweZifundo
Kuzalwa kwakhona, Kuzalwa nguThixo


Kuzalwa kwakhona, Kuzalwa nguThixo

Ukuba noMoya weNkosi kubangela utshintsho olunamandlakazi entliziyweni yomntu kangangokuba angabi namnqweno ungakumbi wokwenza ububi, kodwa kunoko aqwenele ukufuna izinto zikaThixo.

Shicilela