Ntsimi Khangela kanjalo Hlabathi/Lizwe; Sidiliya seNkosi Kwizibhalo, indawo evulekileyo yomhlaba esetyenziselwa ukulima okanye idlelo. Rhoqo ingumqondiso wehlabathi nabantu balo. Intsimi lihlabathi, Mat. 13:38. Ubukumkani bamazulu bufana nobutyebi abufihlwe entsimini, Mat. 13:44. Ndabona intsimi enkulu ephangaleleyo, 1 Nif. 8:9, 20. Intsimi yayivuthiwe, Alma 26:5. Intsimi ivuthiwe ilungele ukuvunwa, I&M 4:4 (I&M 6:3; 11:3; 12:3; 14:3; 31:4; 33:3, 7). Intsimi yayilihlabathi, I&M 86:1–2. Ndiya kuzifanekisa ezi zikumkani nomntu oba nentsimi, I&M 88:51.