Uncedo lweZifundo
Sawule, ukumkani wakwaSirayeli


Sawule, ukumkani wakwaSirayeli

KwiTestemante eNdala, ngukumkani wokuqala wakwaSirayeli phambi kokuba ohlulahlulwe. Nangona wayelungile ekuqalekeni kolawulo lwakhe, ekugqibeleni wazaliswa likratshi kwaye akamthobelanga uThixo (Ⅰ Sam. 9–31).

Shicilela