Bhenjamin, uyise kaMozaya Khangela kanjalo Mozaya, unyana kaBhenjamin Umprofeti nokumkani weNcwadi kaMormoni (Moz. 1–6). Wasebenzana neengxaki ezinzima ekumiseni uxolo elizweni, Omnayi 1:23–25 (M kaM 1:12–18). Wafundisa oonyana bakhe, Moz. 1:1–8. Wanikela ubukumkani kunyana wakhe uMozaya, Moz. 1:9–18. Abantu bakhe bahlanganisana ukuze baphulaphule intetho yakhe yokugqibela, Moz. 2:1–8. Wathetha nabantu bakhe, Moz. 2:9–4:30. Abantu bakhe benza umnqophiso kunye neNkosi, Moz. 5–6.