Nyameni Khangela kanjalo Bumvelo, Wemvelo; Kuwa kuka-Adam noEva; Mntu osenyameni Into ethile engekho moyeni; ingakumbi igama linokusetyenziswa ukuthetha efayo nokuba eyelizwe (I&M 67:10) okanye eyelizwe, eyenyama, neyemvelo (Moz. 16:10–12). Ukucinga nokwenyama kukufa, 2 Nif. 9:39. Umtyholi ubazolisela kude kukhuseleko lwenyama, 2 Nif. 28:21. Bazibona bekwimo yabo yasenyameni, Moz. 4:2. Lowo uphikele ukwenza ngokwendalo yasenyameni eyiyeyakhe uhlala ekwimo yakhe yokuwa, Moz. 16:5. Bonke mabazalwe nguThixo, baguqulwe kwimo yabo yenyama neyokuwa, Moz. 27:25. Uluntu lube ngabenyama, ngabemveli, nababudemoni, Alma 42:10. Abo balandela emva kolawulo lwenyama yabo neminqweno yenyama bamele ukuwa, I&M 3:4. Umntu akanakumbona uThixo ngengqondo yenyama, I&M 67:10–12. Abantu baqalisa ukuba senyameni, kwimvelo, nakubudemoni, Moses 5:13; 6:49.