Mnyama
Uphawu okanye umqondiso womnqophiso kaThixo kunye noNowa (Gen. 9:13–17). GJS, Genesis 9:21–25 (Isihlomelo) oluchaza okokuba umnqophiso ubandakanya izithembiso zokuba umhlaba awunakuze kwakhona ugutyungelwe ngonogumbe wamanzi, okokuba iZiyon kaEnoki iya kubuya, nokuba iNkosi iya kuza kwakhona ihlale emhlabeni.