Uncedo lweZifundo
Shiblani


Shiblani

KwiNcwadi kaMormoni, ngunyana ka-Alma oMncinane. UShiblani wafundisa ivangeli kuma Zoramayithi kwaye watshutshiselwa ubulungisa bakhe. INkosi yamhlangula entshutshisweni yakhe ngenxa yokuthembela kwakhe nomonde (Alma 38). UShiblani kanjalo wagcina iimbali zamaNifayithi okwexeshana (Alma 63:1–2, 11–13).