Ntshutshiso, Tshutshisa Khangela kanjalo Bunzima Ukwenza intuthumbo okanye intlungu kwabanye ngenxa yeenkolo zabo okanye iwonga lasentlalweni; ukudlakazelisa okanye ukucinezela. Banoyolo abatshutshiswa ngenxa yobulungisa, Mat. 5:10 (3 Nif. 12:10). Bathandazeleni abanigxekayo baze banitshutshise, Mat. 5:44 (3 Nif. 12:44). Nangona betyebile, batshutshisa abalulamileyo, 2 Nif. 9:30 (2 Nif. 28:12–13). Amalungisa akhangela phambili kuKrestu nangona etshutshiswa ngako konke akasayi kutshabalala, 2 Nif. 26:8. Zonke ezi zinto ziya kuninika amava, I&M 122:7.