Koreyantan Khangela kanjalo Alma, unyana ka-Alma KwiNcwadi kaMormoni, unyana ka-Alma, unyana ka-Alma. Waya kumaZoramayithi, Alma 31:7. Walahla ubulungiseleli walandela ihenyukazi, Alma 39:3. UAlma wamluleka ngemo yokuphila emva kokufa, uvuko, nentlawulelo, Alma 39–42. Wayebizwe ukuba ashumayele kwakhona, Alma 42:31. Waya kwilizwe elingasemantla ngenqanawe, Alma 63:10.