Dliswa ubomi Khangela kanjalo Vuko Ukwenza aphile, ukuvusa, okanye ukutshintsha umntu ukuze abe nako ukuba sebusweni bukaThixo. UThixo wathi wasidlisa ubomi ndawonye noKrestu, Efese 2:4–5 (Kol. 2:6, 12–13). UKrestu wabulawa esenyameni, kodwa wadliswa ubomi ngoMoya, â… Â Petr. 3:18 (I&M 138:7). Akukho mntu uthe wambona uThixo, ngaphandle kokuba udliswe ubomi ngoMoya, I&M 67:11. Inkululeko ingaye lowo udlisa ubomi zonke izinto, I&M 88:16–17. AbaNgcwele baya kudliswa ubomi baze baxwilwe phezulu bakhawulele uKrestu, I&M 88:96. UAdam waba nokudliswa ubomi kumntu ongophakathi, Moses 6:65.