Budlelane Khangela kanjalo Manyano; Thando KwabaNgcwele beMihla yokuGqibela, ubudlelane buquka ukunika ubuqabane obunobuhlobo, ukukhonza, ukunyusa, nokomeleza abanye. Thanda ummelwane wakho njengawe, Lev. 19:18 (Mat. 19:19; I&M 59:6). Xa ubuye wabuya, bazimase abazalwana bakho, Luka 22:32. Ukuba nithe nathandana ningabafundi bam, Yoh. 13:35. Dlisa izimvu zam, Yoh. 21:15–17. Bathandaza ukuba sithathele phezu kwethu ubudlelane bokulungiselela abaNgcwele, â…¡Â Kor. 8:1–5. Ubudlelane bethu bukunye noYise, nakunye noNyana wakhe, â… Â Yoh. 1:3. AmaNifayithi namaLeymenayithi baba nobudlelane omnye kunye nomnye, Hil. 6:3. Vumelani wonke umntu athathe umzalwana wakhe njengesiqu sakhe, I&M 38:24–25. Ukuba anikho banye aningabo abam, I&M 38:27. Ndinamkelela ukwenza ubudlelane ekubeni ngumhlobo wenu nomntakwenu, I&M 88:133.