Bawo, onokufa Khangela kanjalo Bazali; Iintsikelelo zikasolusapho; Sapho; Solusapho, Zikasolusapho Igama elingcwalisekileyo elibhekisele emntwini ozele umntwana okanye othathe umntwana njengowakhe ngokwasemthethweni. Beka uyihlo nonyoko, Eks. 20:12 (Dut. 5:16; Mat. 19:19; Moz. 13:20). Uyise uya kumlungisa unyana akholwayo nguye, ImiZ. 3:12. Boyise, musani ukwenza umsindo abantwana benu, Efese 6:1–4. Ndandifundisiwe ngazo zonke izinto ezaziwa ngubawo, 1 Nif. 1:1. Ubawo ube ngumntu onobulungisa—kuba wandifundisa, Enoshe 1:1. UAlma wathandazela unyana wakhe, Moz. 27:14. UAlma wanika imiyalelo koonyana bakhe, Alma 36–42. UHilamani wathiya oonyana bakhe ngabazali babo bokuqala, Hil. 5:5–12. UMormoni wayesoloko emnyamekele unyana wakhe emithandazweni yakhe, Moro. 8:2–3. Izinto ezinkulu zinokufunwa esandleni sooyise, I&M 29:48. Yonke indoda ibopheleleke ekuboneleleni usapho olulolwayo, I&M 75:28. Wandiyalela ukuba ndiye kubawo, M—JS 1:49.