Kuthetha kakubi Khangela kanjalo Hleba; Marhe; Mbambano; Xoka Ukuthetha izinto ezingalunganga, ezihlungisayo, nezikhohlakeleyo. Kwizibhalo rhoqo ukuthetha okunjalo kujongiswe emntwini onenjongo eyodwa yokubangela intlungu. Gcina ulwimi lwakho ebubini, IiNd. 34:13 (â… Â Petr. 3:10). Umntu ongahloneli Thixo umba ububi, ImiZ. 16:27. Ninoyoloyo nina, xa abantu baya kuthetha zonke izinto ezimbi bexoka ngani, Mat. 5:11 (3Â Nif. 12:11). Kuba kuyo intliziyo kuphuma iingcinga ezimbi, Mat. 15:19 (Marko 7:21). Uze ungathethi kakubi ngomphathi, Izenzo 23:5. Mabukhweleliswe kuni bonke ububi, Efese 4:31. Musani ukuthetha okubi omnye ngomnye, Yak. 4:11. Bonani ukuba akukho, ntlebendwane, nakuthetha kubi, I&M 20:54.