Bunyulu Khangela kanjalo Bumvelo, Wemvelo; Krexezo; Mbulo; Nyulu; Sidima Ubunyulu bobuni bamadoda nabafazi. UYosefu wamelana nokuzisondeza komfazi kaPotifare, Gen. 39:7–21 (I&M 42:24; 59:6). Uze ungakrexezi, Eks. 20:14. Umfazi onesidima usisithsaba sendoda yakhe, ImiZ. 12:4 (ImiZ. 31:10). Anazi na ukuba umzimba wenu uyitempile yoMoya oyiNgcwele, â… Â Kor. 6:18–19. Yiba ngumzekelo ngobunyulu, â… Â Tim. 4:12. Ayikho into engacocekanga enokuhlala noThixo, 1 Nif. 10:21. Phambi kokuwa, uAdam noEva babekwimo yobunyulu, 2 Nif. 2:23. Kuba mna, iNkosi uThixo, ndiyaviyiswa bubunyulu babafazi, Yakobi 2:28. Isono sobuni silisikizi, Alma 39:1–13. Ubunyulu nemfezeko zithandeka ngokugqithisileyo kwaye zinexabiso ngaphezu kwazo zonke izinto, Moro. 9:9. Sikholelwa ekubeni nyulu, V zoK 1:13.