Uncedo lweZifundo
Ziyezirom


Ziyezirom

KwiNcwadi kaMormoni, ngumqondisi-mthetho kwisixeko sase-Amoniha. UAlma noAmyuleki babona ngoMoya ukuba uZiyezirom wayexoka. Waguqulelwa ngoko kwivangeli kaKrestu (Alma 11:21–46; 15:1–12).