Buqaqawuli betherestriyali Khangela kanjalo Maqondo obuqaqawuli Bobesibini bamaqondo amathathu obuqaqawuli apho abantu baya kuhlala khona emva koMgwebo wokuGqibela. UPawulos wabona ubuqaqawuli betherestriyali, wabufanisa nobuqaqawuli benyanga, â… Â Kor. 15:40–41. UJoseph Smith noSidney Rigdon babona ubuqaqawuli betherestriyali, I&M 76:71–80. Ubuqaqawuli betherestriyali bugqwesa obo bethelestiyali, I&M 76:91. Abo bangenako ukunyamezela umthetho wobukumkani betherestriyali abanako ukunyamezela ubuqaqawuli betherestriyali, I&M 88:23, 30, 38.