Uncedo lweZifundo
Amen


Amen

Uthetha “makube njalo” okanye “kunjalo ke”. UAmen utshiwo ukubonakalisa ulwamkeleko nezivumelwano ezinyanisekileyo okanye ezindilisekileyo (Dut. 27:14–26) okanye ukunyaniseka (Ⅰ OoKum. 1:36). Namhlanje ekupheleni kwemithandazo, ubungqina, neentetho, abo baphulaphule umthandazo okanye umyalezo batsho uamen ovakalayo ukubonakalisa ukuvumelana nolwamkeleko.

Emaxesheni eTestamente eNdala, umntu ebesithi amen xa esenza isibhambathiso (Ⅰ IziKr. 16:7, 35–36. Neh. 5:12–13; 8:2–6). UKrestu ubizwa ukuba “unguAmen, ingqina elithembekileyo nelenene” (Isityh. 3:14). UAmen kanjalo usebenza njengengomqondiso womnqophiso eSikolweni saBaprofeti (I&M 88:133–135).

Shicilela