Khanuka Khangela kanjalo Bumvelo, Wemvelo Ukuba nomqweno ongamandla ongafanelekanga wento ethile. Musa ukubukhanuka ubunzwakazi bakhe ngentliziyo yakho, ImiZ. 6:25. Nabanina okhangela umntu oyinkazana aze amkhanuke uselemkrexezile, Mat. 5:28 (3 Nif. 12:28). Amadoda avutha ngokukhanukana kwawo, Rom. 1:27. Baya kusuka ngokweenkanuko zabo bazifumbele abafundisi, Ⅱ Tim. 4:3–4. ULabhan wabona izinto zethu kwaye wazikhanuka, 1 Nif. 3:25. Ungalandeli kwakhona iinkanuko zamehlo akho, Alma 39:3–4, 9. Lowo ukhangela umfazi aze amkhanuke uya kuluphika ukholo, I&M 42:23. Yekani yonke iminqweno yeenkanuko zenu, I&M 88:121.